MIDI BUSINESS CREATIONS AND SOLUTIONS

Welcome Services Close Corporation Companies TRADE MARKS VAT Registration Import and Export Licenses VHS into DVD Graphic Design Sales and Marketing Price List Current Clients List Contact Us

About us

Your success is our dream

I-Midi yaqala ukusebenza ngo 2004 sisenza i-business cards ne brochures.  Sikhule ngohlobo olumangalisayo ngoba asisajongani ne-elements ze Corporate Image yakho kuphela, siqala phantsi ngokuthi sikucebise xa ufuna ukuvula ishishini ukuba ungavula ishishini elinjani, sili-registerishe nesebe lakwa-Trade and Industry, Trade world, (SARS)VAT registration, sikhusele ne-Trade Mark yakho.  Xa ufuna impepha mvume yoku-Exporter noku Importer siyakwenzela.

Konke oku phantsi kophahla olulodwa. KwaMidi ungaqiniseka ngezinga lomsebenzi eliphambili nokuphumla emoyeni.  Sikwenzela konke ngamaxabisa afikelelekayo.  Xa singakwazi ukudibana senze intlangano; thina siyakwazi ukukuthumelela i-forms uzigcwalise uzithumel kuthi; sikwenzele oko ukufunayo ze sikuthumele kwidilesi othe wasinika yona.

 Impumelelo yakho ngokwaseshishinini liphupho lethu.